
Upapasho lwePanSALB ngosuku lwamalungelo eelwimi ngomhla wama20 kweyoKwindla ngowama2024
Amalungelo olwimi ngamalungelo oluntu UMzantsi Afrika uqwalasela inyanga yoKwindla njengeNyanga yamaLungelo oLuntu, kwaye esi sikhumbuzo salo nyaka sibanjwa phantsi komxholo othi “ImiNyaka engaMashumi amaThathu